Black Motion - Bambolwam Ft. Simphiwe Dana Lyrics

Bambolwam

Black Motion

Album: Ya Badimo
484 0 0
Black Motion Bambolwam Ft. Simphiwe Dana lyrics

Robert (Dj Murder) teamed up with Thabo (Smol) to form Black Motion in 2010. The two have been in the music production business for about 5 years or so. Their breakthrough came when they joined SPIRIT...

About Bambolwam

Edit
Nothing yet. Click Edit to add something.

Black Motion Bambolwam Lyrics

Correct Lyrics
[Black Motion Ft. Simphiwe Dana - Bambolwam lyrics]
[Repeat x4]
Ndikuthanda njalo dali wam
Ndikuthanda njalo

Ulubambo lwam
Uyinto yonke kum
Ndikuthande njalo
Njalo

Bamb' isandla sam
Uyinto yonke kum
Ngeke ndikushiye noma nini
Noba bangathini
Ngeke ndikushiye noma nini na
Noba bangathini na
Bamb' isandla sam
Uyinto yonke kum
Ndikuthande njalo
Njalo

Ngeke ndikushiye noma nini
Noba bangathini
Ulubambo lwam
Bamb' isandla sam
Ndikuthande njalo
Ulubambo lwam
Sohlala silibheka litshon' ilanga
Ulubambo lwam
Bamb' isandla sam
Ndikuthande njalo

Kuyophela imilambo
Nelanga lingatshoni
Ngaphambi
Koba ndikushiye
Ulubambo lwam (x2)
Sobabini nge' sihluwe lutho
Sobabini s'thandwa sam
Uzundithembe
Ngeke ndikulahle
Ulubambo lwam (x2)

Ngeke ndikushiye noma nini
Noba bangathini
Ulubambo lwam
Bamb' isandla sam
Ndikuthande njalo
Ulubambo lwam
Sohlala silibheka litshon' ilanga
Ulubambo lwam
Bamb' isandla sam
Ndikuthande njalo.
Black Motion Bambolwam lyrics Ft. Simphiwe Dana
Share Black Motion Bambolwam lyrics

What do you think about this song?

Hint: Nig_r_a
Black Motion Bambolwam Music Video

Other Songs By Black Motion

Show all Songs by Black Motion, A-Z

Other Top Songs