Nathi Qeqe Ft. Amanda Mankayi lyrics

About Qeqe

Edit
Nothing yet. Write something here.

Nathi Qeqe Lyrics

Edit
Hay hay hay
hay hay hay
Hay hay hay
hay hay hay
Hay hay hay
hay hay hay
Hay hay hay

ukuthand' umuntu ngendlela othandwa ngayo ndim
ndiba njengomntu ophambene luthando
ingqondo kuba ngathi ayikho kum
xa ndindikufakile entliziyweni yam

ukuhtand' umuntu ngendlela othandwa ngayo
kundenzi ngathi ndichola amaphepha
intliziyo yam ibethel' ukuma
xa ndindikufakile entliziyweni yam

njalo mina ndiyakulangazelela
ndofika nini ezingalweni zakho
intliziyo yam ibethel' ukuma
ndofika nini ezingalweni zakho
x2

ndiba yiqeqe, yiqeqe, (ow)
ndiba yiqeqe, yiqeqe (owuu)
ndiba yiqeqe, yiqeqe (ndisemathandweni)
x2

njalo mina ndiyakulangazelela
ndofika nini ezingalweni zakho
intliziyo yam ibethel' ukuma
ndofika nini ezingalweni zakho
x2

ndisemathandweni yhea
ndisemathandweni
ndisemathandweni sithandwa sam
ndisemathandweni
ndisemathandweni sithandwa sam
ndisemathandweni yeah
ndisemathandweni sithandwa sam
ndisemathandweni

ndiba yiqeqe, yiqeqe, (ow)
ndiba yiqeqe, yiqeqe (owuu)
ndiba yiqeqe, yiqeqe (ndisemathandweni)
x2

Hay hay hay
hay hay hay
Hay hay hay
hay hay hay
Hay hay hay
hay hay hay
Hay hay hay

qeqe, qeqe,
qeqe, qeqe,
qeqe, qeqe,
qeqe, qeqe, (ndisemathandweni)
qeqe, qeqe, (qeqe)
qeqe, qeqe,
qeqe, qeqe, (ndisemathandweni)
Share Nathi Qeqe Ft. Amanda Mankayi lyrics

Login to avoid typing this.

Hint: Nig_r_a

// Login to avoid typing this.

Nathi Qeqe Music Video

Other Songs By Nathi

Show all Songs by Nathi, A-Z

Other Top Songs