235 0 0
Joyous Celebration Uthixo Omkhulu lyrics

A dream was born between three friends more than 20 years ago in KZN, today this dream stands as a colossal monument across the music industry in South Africa. Jabu Hlongwane, Lindelani Mkhize and Mth...

About Uthixo Omkhulu

Edit
Nothing yet. Click Edit to add something.

Joyous Celebration Uthixo Omkhulu Lyrics

Correct Lyrics
[Joyous Celebration - Uthixo Omkhulu lyrics]
Ohaho oh-oh-oh
Sabelani niyabizwa, nibizelw’ eNkosi
Zizwe zonke zeAfrika nibizwel’ eNkosini
Zizwe zonke zomnt’ omnyama nibizelw’ eNkosini
Yingxubakaxaka yantoni nale sixakene nayo?
KuloThixo omkhulu owasezulwini
Isenguye namanje ikhakha lenyaniso
Isenguye namanje inqaba yenyaniso
Ahomna, ahomna, ahomna!
Ulozandla zakhe zahlatyw’ eGolgotha
Ulophango lwakhe lwahlatyw’ eGolgotha
Ulohlanganisi mihlamb’eyalanayo
Ulohlanganisi mihlamb’eyalanayo
Ahomna, ahomna, ahomna!
Ingxubakaxaka sixakene nayo
Yingxubakaxaka yantoni nale sixikixana nayo
Yintsumantsumane, isiyikayika
Sixovul ‘udaba loxabele
Yintsumantsumane, isiyikayika
Isixhikhwathi sengxaki
Ingxubakaxaka sixakene nayo

Joyous Celebration Uthixo Omkhulu lyrics
Share Joyous Celebration Uthixo Omkhulu lyrics

What do you think about this song?

Hint: Nig_r_a