148 0 0
Joyous Celebration Baleka lyrics

A dream was born between three friends more than 20 years ago in KZN, today this dream stands as a colossal monument across the music industry in South Africa. Jabu Hlongwane, Lindelani Mkhize and Mth...

About Baleka

Edit
Nothing yet. Click Edit to add something.

Joyous Celebration Baleka Lyrics

Correct Lyrics
[Joyous Celebration - Baleka lyrics]
Baleka baleka
Baleka ngenyawo zombini.
Ezinye izinto azifuni dolo
Azifuni ngxoxo, baleka qha
Baleka baleka baleka
Baleka, ngenyawo zombini
Ekuhlaleni uhlezi njalo uxoxa
Ulwini kodwa ungumzalwane,
Ufunani kwiimbutho zabangxeki ungumzalwane
Ude utsale indlebe bo
Esikolweni kunoSugar Daddy
Okwenzela everything
Khawundixelele
Kusizani uzuza ilwizwe nezinto zalo
Ushiywe ngu yehova, baleka
Bazalwane ezinye izinto azifuni dolo
Azifuni ngxoko baleka qha
Mhlolokazi kukho lotata ufika njalo endlini yakho
Ukhalazela umkakhe ongaphekiyo omtshawuta njalo,
Kutheni esiza kuwe, baleka
Bodade kukho losisi ofuwuna njalo ngo 2 o'clock
Namhlanje ubeka le
Ngomso abeke le
Hay'bo ngo 2 o'clock baleka
Bazalwane masizigade
Singayiphoxi ivangeli, baleka

Joyous Celebration Baleka lyrics
Share Joyous Celebration Baleka lyrics

What do you think about this song?

Hint: Nig_r_a