Anatii - Ngozi  Lyrics

Ngozi

Anatii

Album: Iyeza
Anatii Ngozi lyrics

About Ngozi

Edit
Nothing yet. Write something here.

Anatii Ngozi Lyrics

Edit
[Hook : Anatii]

Haaa nantsi ingozi, ufuna ntoni?
Vele ndabiza amadlozi
Haaa nantsi ingozi, ufuna ntoni?
Vele ndabiza amadlozi
Ooooh mhlambi seniyingi le mali le, oh lemali le, ooh ininzi le mali le
Haaaaa mhlambi seniyingi le mali le, oh lemali le, ooh iningi le mali le
Oh kunini ndibaleka? Oooh kunini ndibaleka?
Oooh ininzi le mali le umashonisa uyandkhangela. (X4)

[Verse : Anatii]

Wonk' umuntu ufun’ i good life, instead of working they want good times ooooh
I can show you what it look like, do whatever just to survive oooh
Kutheni nibiz' amapolisa? Nizondibambisa xolisa
Kutheni nibiz' amapolisa? Bescel’ afownel' uNolitha, aze nemali azos' nika, siphume kulent' obanelishwa
Nizondibambisa xolisa
[Hook : Anatii]

Haaa nantsi ingozi, ufuna ntoni? Vele ndabiza amadlozi
Haaa nantsi ingozi, ufuna ntoni? Vele ndabiza amadlozi
Ooooh mhlambi seniyingi le mali le, oh lemali le, ooh ininzi le mali le
Haaaaa mhlambi seniyingi le mali le, oh lemali le, ooh iningi le mali le
Oh kunini ndibaleka? Oooh kunini ndibaleka? Oooh ininzi le mali le umashonisa uyandkhangela. (X4)

[Outro : Anatii]

Iyeza, iyeza, iyeza, iyeza, iyeza, iyeza, iyeza, iyeza
Hayi, andikwazi, upheza, andikwazi upheza
Iyeza, iyeza, iyeza, iyeza, iyeza, iyeza, iyeza, iyeza
Hayi, andikwazi, upheza, andikwazi upheza
Yhelelele, yhelelele, yhelelele
Share Anatii Ngozi lyrics

Login to avoid typing this.

Hint: Nig_r_a

// Login to avoid typing this.

Anatii Ngozi Music Video

Other Songs By Anatii

Show all Songs by Anatii, A-Z

Other Top Songs