Amanda Black - Lila  Lyrics

Lila

Amanda Black

Album: Amazulu
Amanda Black Lila lyrics

[h]Background[/h] Amanda Benedicta Antony, known to her fans as Amanda Black was born and bread in the Eastern Cape in the city of Mthatha. The Singer & Songwriter was born on the 24 of July 1993...

About Lila

Edit
Nothing yet. Write something here.

Amanda Black Lila Lyrics

Edit
[Chorus]
Iyalil' ilali, iyalil' ilali
Bayakhal' omama
Bathi bajonge kuwe
Iyalil' ilali, iyalil' ilali
Bayakhal' omama
Bathi bajonge kuwe

[Verse 1]
Ubhek' eGoli ufuna ubomi obungcono
And now you're losing yourself in the blur of the star
Ubathembisile abazili
Uzoba ngumntu phakathi kwabantu

[Pre-Chorus]
Ukhethiwe bayakudinga
You have to make it
Keep fighting. oh, oh!

[Chorus]
Iyalil' ilali, iyalil' ilali
Bayakhal' omama
Bathi bajonge kuwe
Iyalil' ilali, iyalil' ilali
Bayakhal' omama
Bathi bajonge kuwe

[Verse 2]
Oh mntakwethu lungis' ingqondo
Buyel' ekhaya, Buyel' ekhaya
Don't let this fast life sallow you whole
Don't let them steal your soul
Buyel' ekhaya, buyel' ekhaya

[Pre-Chorus]
Ukhethiwe bayakudinga
You have to make it
Keep fighting

[Chorus]
Iyalil' ilali, iyalil' ilali
Bayakhal' omama
Bathi bajonge kuwe
Iyalil' ilali, iyalil' ilali
Bayakhal' omama
Bathi bajonge kuwe

[adlibs]
Iyalil' ilali, iyalil' ilali
Bayakhal' omama
Bajonge kuwe
Bajonge kuwe

[Outro]
Iyalil' ilali, iyalil' ilali
Bayakhal' omama
Bathi bajonge kuwe
Iyalil' ilali, iyalil' ilali
Bayakhal' omama
Bathi bajonge kuwe.
Share Amanda Black Lila lyrics

Login to avoid typing this.

Hint: Nig_r_a

// Login to avoid typing this.

Amanda Black Lila Music Video

Revisions


Other Songs By Amanda Black

Show all Songs by Amanda Black, A-Z

Other Top Songs